Ityala lokubulala umhlali lipolisa nokudutyulwa kwalo ngamanye liphethwe yi IPID
Ityala lepolisa elithe ladubula umfana oneminyaka engamashumi amabini lahlanza iselwa laze nalo ladutyulwa ngamanye amapolisa, lidluliselwe kwicandelo lamapolisa aphanda amatyala atyhola abakwa ntsasana (IPID). Ngokwengxelo […]

en