Elitsha
  • Ezasemisebenzini
  • Ezemfundo
  • Ezempilo
  • Oorhulemente basemakhaya
  • Iziphaluka
    • Cape Town
    • East London
    • Johannesburg
    • Port Elizabeth
  • English

East London

Isikolo esiphuma emagqabini sichaze imfihlelo yaso

20th October 2022 Lihle Krwala 0

Inqununu yesisikolo ithi imfihlelo yesisikolo yokusoloko iphuma emagqabini minyaka le yingqeqesho kunye noxanduva oluthi luthathwe ngumntu wonke.

Ukungabikho kwendawo zokuzonwabisa eScenery Park kubalulwe njenge ngxaki

26th August 2022 Nobathembu Ndzengu 0

Ukuzonwabisa ngeziyobisi ezifana notywala nendawo zentselo sele iyinto eqhelekileyo eScenery Park

Bhodl’ingqaka: “Ndinexhala yindlela endibona isiXhosa sidodobala ngayo.”

16th October 2017 Chris Gilili 0

Owaziwa ngelika “Bhodl’ingqaka”  kumaqonga okubonga, kwaye ebutsheni balonyaka isiphiwo sakhe sokubonga ngesiXhosa sibangele ukuba anikwe uphuma-phele kwimicimbi karhulumente eMpuma Koloni u Akhona Mafani. UBhodli’ngqaka yinzalelwane […]

Pumza Sibindi: “Ukuba ndisadla amazimba ndiza kuqhubeka ndibhale esi sihobe ngolwimi lwenkobe.”

22nd September 2017 Chris Gilili 0

“Inkululeko endiyifumanayo xa ndibhala isiXhosa kunye nentsingiselo yamagama ingunobangela wokuba ndibhale ngesiXhosa,” itsho intwazana eyimbongi yosiba eyinzalelwane yaseDutywa eMpuma Koloni. UPumza Sibindi nowaziwa ngelika “MaDiya” […]

Imbongi yaseRhini isebenzisa isiXhosa ukufikelela ebantwini

15th September 2017 Chris Gilili 0

Kule nyanga yenkcubeko eli phepha lizakuphathela iimbongi, abadlali baseqongeni, abaxhentsi kunye nababhali abaphakamisa iilwimi zesintu nabazingcayo ngenkcubeko yabo. Ibali lokuqala lelembongi ephuma kwisixeko sengcwele eRhini uNqontsonqa.

Libinze ngoncedo kwizikolo isebe lezemidlalo nenkcubeko

26th June 2017 Chris Gilili 0

Nanjengokuba isaqhubeka imibhiyozo yenyanga yolutsha eMzantsi-Afrika isebe lezemidlalo nenkcubeko kwiphondo le Mpuma-Koloni lizeke emzekweni kumsitho ububanjelwe kwiholo yoluntu iGompo Community Hall nalapho belinikezela ngezipho kulutsha. […]

Umthetho omtsha wokwaluka uzakuqinisekisa uba uxanduva luyathathwa

20th June 2017 Chris Gilili 0

Indlu yeenkosi kwiphondo laseMpuma Koloni ithi ikruqukile kukusweleka kwabakhwetha ngokungathi ziimpukane ze kungabanjwa mntu ngalonto. Oku kuvakaliswe nguNkosikazi Nosiseko Ngqika, osuka kwindlu yeenkosi yamaRharhabe kuQoboqobo, […]

Bafakelwa iikhamera abahlali base Duncan Village

25th May 2017 Chris Gilili 0

Umasipala ombaxa iBuffalo City usungule iphulo lokufakela iikhamera zalemihla kwiilokishi ezahlukeneyo eMonti. Enye yelokishi ezizakuthi zixhamle kweliphulo yilokishi yaseDuncan Village, kodwa abanye babahlali kule ngingqi […]

Baxhotyisiwe abathandana besisini esinye eMonti

19th May 2017 Chris Gilili 0

  Bangaphaya kwamashumi amahlanu abantu abathandana besisini esinye, abadibene kwiholo yoluntu, iGompo Community Hall, eZiphunzane, eMonti ngoLwesithathu. Kulandela imibiko yeendaba kutshanje yokuphathwa kakubi kwabantu abathanda […]

Ii-Athilethi ze-East London Ironman zimemelela inkxaso eyongezelekileyo

1st April 2017 GroundUp 0

Ukukwazi ukuzithengela ibhayisekile kwakunye nokufunda ukuqubha yeminye yemingeni ejongene ne-Athileti zaselokishini. UBusisiwe Sintili ominyaka ingama-27 ubudala uhlala eDuncan Village. Uthi akazange waphosa ukuthatha inxaxheba kugqatso […]

Ii-Athilethi ze-East London Ironman zimemelela inkxaso eyongezelekileyo

1st April 2017 GroundUp 0

Ukukwazi ukuzithengela ibhayisekile kwakunye nokufunda ukuqubha yeminye yemingeni ejongene ne-Athileti zaselokishini. uBusisiwe Sintili ominyaka ingama-27 ubudala uhlala eDuncan Village.  Uthi akazange waphosa ukuthatha inxaxheba kugqatso […]

Abasebenzi bazezigaraji bazakuchaphazelwa sisiphakamiso semivuzo

19th December 2016 Chris Gilili 0

Emva kwengxelo eze nosekela mongameli uCyril Ramaphosa kwinyanga ephelileyo, eza nesiphakamiso sokuba imivuzo ephantsi kufuneka ifikelele kwi R3,500 ngenyanga, abo basebenza kwigaraji bazochaphazeleka.

Posts pagination

1 2 »

Translate

Popular posts

  • Wave of farm evictions in Ceres leaves families without housing 82.50 views per day | posted on March 9, 2026
  • Challenges with communal toilets in Nkanini 56.33 views per day | posted on June 1, 2015
  • Floods in Limpopo: Scores left distraught, homeless and without essentials 25.67 views per day | posted on January 17, 2026
  • Flood-hit Vhembe villages give an ultimatum to government 10.83 views per day | posted on March 17, 2026
  • Cosmo City residents decry stench from faulty drains 6.83 views per day | posted on September 2, 2021

Search and find

Bhalisa

Lindaba zakutshanje kwibhokisi yakho, veki nganye.
Archives
Archives
Categories
Member of the Press Council

Elitsha News is a member of the Press Council and strives to abide by the Press Code

Elitsha news in your inbox
Published by Workers’ World Media Productions

Isivivana Centre, 8 Mzala Street, Khayelitsha 7784. Tel: +27 21 361 0119

About labour rights

If you want to know more about labour rights and have a labour related query or problem, please contact the following advise offces. It’s free!

Ighsaan in Germiston (Gauteng)
011-873-0903

Simon in Alexandra (Gauteng):
011-440-3708/55

Lunga in Khayelitsha (Cape Town):
021-361-0119

          en   xh   en   xh   Site by Babak Fakhamzadeh