Elitsha
  • Ezasemisebenzini
  • Ezemfundo
  • Ezempilo
  • Oorhulemente basemakhaya
  • Iziphaluka
    • Cape Town
    • East London
    • Johannesburg
    • Port Elizabeth
  • English

Oorhulemente basemakhaya

Sekuphele iminyaka elishumi zivaliwe indawo zoshishino eKuyasa

27th August 2019 Sinethemba Mbewana 0

Nangona kwachithwa ikhulu elinamashumi asibhozo ezigidi zerandi (R180million) kwisikhululo sikaloliwe sase Kuyasa kodwa indawo zoshishino zisavaliwe.

Isixeko asinasingcwangciso sokuphuhlisa indawo yamatyotyombe angakwindlela iBaden Powel

14th August 2019 Sinethemba Mbewana 0

Njengoba inkqubo yokuphuhliswa kwamatyotyombe ingumgaqo-nkqubo ka rhulumente, isixeko saseKapa sithi asizukubabonelela ngenkonzo abahlali base Azania Square

Isixeko seKapa sityhola abahlali basematyotyombeni ngokuxinga kwedreyini

8th August 2019 Anathi Mlonyeni 0

ISixeko sithi ukulahlwa kwezinto ezingafanelekanga kwidreyini ngabantu abahlala eKosovo kuko okubangela ukuxinga kwedreyini kule ngingqi.

Urhulumente udilize izindlu kwindawo yogobityholo

24th May 2018 Phinda Kula 0

Ngexesha ibisina kakhulu imvula abahlali kwindawo ekufutshane ngakwindawo yombengo e Town 2 eKhayelitsha bememanxada-nxada bezama ukusindisa impahla yabo ukuba ingathathwa ngabaseburhulumenteni.

Ziyabetha-bethana izimvo zokukhawuleziswa kwento yomhlaba eHermanus

21st May 2018 Mzi Velapi 0

Iinkokheli zabahlali norhulumente bayaphikisana ngokuba makukhawuleze kangakanani ukuthengwa nokunikezwa ngomhlaba.

Umlilo obulale abasibhozo kukrokrelwa uku uqalwe ngamabom

8th May 2018 Phinda Kula 0

Kusweleke abantu abasibhozo emveni komlilo okrokrelwa ukuba ubujoliswe kusapho lowasetyhini obetyholwa ngokuthakatha kwingingqi yobogityholo i Taiwan eSite C kwilokishi yaseKhayelitsha.

Iqela labo babanjiweyo eHermanus bavele kwinkundla yamatyala

13th April 2018 Phinda Kula 0

Livele kwinkundla kaMantyi elinye iqela kwabo bangamashumi amathandathu anethoba ababanjwayo emveni koqhanqalazo lwezindlu nomhlaba kwidolophu yase Hermanus eNtshona-Koloni.

Umpathiswa wamapolisa uthi ufuna ukulwa ulwaphulo-mthetho eKapa

5th April 2018 Phinda Kula 0

Ngexesha endendwele intsapho zamaxhoba ePhilippi, umphathiswa mamapolisa u Bheki Cele ukugxekile ukutyholwa kwabemi base Somalia ngabahlali kwisiganeko sokubulawa kwabane.

Abantwana babhenela kumaqula ongqongopheleyo eKapa

11th December 2017 Phinda Kula 0

Ingqatsini yelanga ehlasela phantse mihla le kwiphondo leNtshona- Kapa ikhupha abantwana ezindlini nalapho bathi babhenele kwiqula lokudada eKhayelitsha ngelizama ukuzipholisa imizimba, nanjengoko bephuma kwingingqi ezikude […]

Umlilo ushiye abahlali bengodingi-ndawo e Phillipi

15th November 2017 Phinda Kula 0

Aqikelelwa ngaphaya kwekhulu amatyotyombe athe agutyungelwe ngumlilo kwindawo yogobityholo iPhantsi koCingo kummandla wasePhilippi e Kapa. Abahlali abachaphezelekileyo sele beqalisile ukucoca ngelizama ukubuyisela imeko esiqhelweni. Lomlilo […]

Baqhanqalazela ukungabinambane abahlali base Strand

26th September 2017 Unathi Tuta 0

Ngabantu abathathu abaye bafumana umonzakalo logama ishumi elinesithoba libanjiwe ngamapolisa, kubahlali bengingqi zogobityholo ezingqonge iStrand. Ngomvulo umhla wama24 kweyoMsintsi abahali bangene ezitalatweni betshisa amatayala kuhola […]

Kubulewe elinye itsha-ntliziyo nenkokheli yabo balwela umhlaba eKapa

17th July 2017 Mzi Velapi 0

Omnye wamatsha-ntliziyo nenkokheli yabo bathatha umhlaba ngenkani kude kufuphi nenkundla ka mantyi wase Khayelitsha uye wabulawa kule mpela-veki siphuma kuyo. U Philela Gilwa, 23 uye […]

Posts navigation

1 2 »

Translate

Popular now

  • Umngcelele ochasene nokubulawa nokuphathwa gadalala kwabasetyhini nabantwana posted on June 13, 2017
  • Imbongi yomthonyama yenze umbongo ojoliswe kumadoda abulala abantu abangomama posted on September 26, 2019
  • No funds to re-employ EC Covid-19 healthcare workers posted on May 17, 2022
  • ‘Enoch Mgijima Municipality is collapsing’ posted on June 28, 2018
  • Imbongi ithi ukubonga yinto anoyikhetha ngamaxesha onke posted on September 17, 2019

Search and find

Recent Comments

    Bhalisa

    Lindaba zakutshanje kwibhokisi yakho, veki nganye.
    Archives
    Categories
    Elitsha news in your inbox
    Elitsha news on your phone
    Workers’ World Media Productions

    Isivivana Centre, 8 Mzala Street, Khayelitsha 7784. Tel: +27 21 361 0119

    legal
    • Ekhaya
    About labour rights

    If you want to know more about labour rights and have a labour related query or problem, please contact the following advise offces. It’s free!

    Ighsaan in Germiston (Gauteng)
    011-873-0903

    Simon in Alexandra (Gauteng):
    011-440-3708/55

    Lunga in Khayelitsha (Cape Town):
    021-361-0119

              en   xh   en   xh   Site by Babak Fakhamzadeh