Abantu abadala bathi badinga ulwazi ngokubhalisela ugonyo
Isebe lezeMpilo lithi lizakusebenzisa onompilo ukufundisa abantu abadala nabangafundanga ngokubhalisela ugonyo.
Isebe lezeMpilo lithi lizakusebenzisa onompilo ukufundisa abantu abadala nabangafundanga ngokubhalisela ugonyo.
ISixeko sithi ukulahlwa kwezinto ezingafanelekanga kwidreyini ngabantu abahlala eKosovo kuko okubangela ukuxinga kwedreyini kule ngingqi.
“Sibulela naluphina uncedo esilufumanayo ukuzama ukukhawulelana nengxaki yabantwana abangaziyo esikolweni ngenxa yokuba besexesheni, siyalwamkela utyelelo lukasekela mphathiswa wezonxibelelwano kweli”. La ngamazwi enqununu yesikolo samabanga aphakamileyo […]
Indlu yeenkosi kwiphondo laseMpuma Koloni ithi ikruqukile kukusweleka kwabakhwetha ngokungathi ziimpukane ze kungabanjwa mntu ngalonto. Oku kuvakaliswe nguNkosikazi Nosiseko Ngqika, osuka kwindlu yeenkosi yamaRharhabe kuQoboqobo, […]
Umbutho wonompilo uthi kufuneka bathathe uxanduva abo babandakanyekayo kwibholo lase Esidimeni Umbutho wonompilo osandula ukusekwa I National Union of Careworkers of South Africa, NUCOSWA uye […]