
Imbongi eneziphiwo ezininzi ithi ifuna uluntu lufunde ukuzimela
“Ubulungisa kuluntu ayonto yasini sithile, bubuntu, sisidima nokuzithanda.”
“Ubulungisa kuluntu ayonto yasini sithile, bubuntu, sisidima nokuzithanda.”
Ngexesha apho ukubulawa, ukudlwengulwa, impatho-mbi nokunyamalala kwabantu abangomama ngamadoda kwanabo bathandana nabo kuyinto esendabeni kwaye kuqhanqalazwa imini nezolo ngenxa yalemeko, inenekazi eliyimbongi yomthonyama nalo livakalise […]
Owaziwa ngelika “Bhodl’ingqaka” kumaqonga okubonga, kwaye ebutsheni balonyaka isiphiwo sakhe sokubonga ngesiXhosa sibangele ukuba anikwe uphuma-phele kwimicimbi karhulumente eMpuma Koloni u Akhona Mafani. UBhodli’ngqaka yinzalelwane […]