Elitsha
  • Ezasemisebenzini
  • Ezemfundo
  • Ezempilo
  • Oorhulemente basemakhaya
  • Iziphaluka
    • Cape Town
    • East London
    • Johannesburg
    • Port Elizabeth
  • English

Month: October 2016

Abahlali basemaholweni kwaLanga balwela izindlu

11th October 2016 Mzi Velapi 0

Abo bahlala emaholweni kwaLanga bafuna ukwakhelwa izindlu kwamsinyane.

Ityala lalowo utyholwa ngokudlwengula nokuphatha gadalala abantwana lisakuviwa kungekudala

11th October 2016 Unathi Tuta 0

Uzakuqhuba nesicelo sakhe sebheyile, umrhanelwa kwityala lokudlwengulwa kuphathwe gadalala ngokwesondo abantwana baseKuyasa.

Umbutho olwelwa izindlu nendawo abantu abahlala kuzo uthi urhulumente kufuneka angenelele kwinto yokunyuka kwerenti

6th October 2016 Mzi Velapi 0

    Kwingxoxo-mpikiswano ebebinjwe kutshanje, umbutho omele ukuqinisekisa ukuba amalungelo wabantu akumgaqo-siseko ayafezekiswa, iNdifuna Ukuwazi ithi kufuneka u rhulumente ajonge into yokwakha indawo zokurenta kwaye […]

Translate

Popular posts

  • Labour federations reject migrant scapegoating, demand economic reform 28.83 views per day | posted on June 17, 2026
  • Farmworkers reject PIE amendments 20.67 views per day | posted on June 15, 2026
  • ‘We reject the scapegoating of migrants’: Vavi joins march against PIE amendments 8.83 views per day | posted on June 12, 2026
  • Nestlé workers on strike for equal work, equal pay 6.67 views per day | posted on June 5, 2026
  • ‘A Moral and Political Failure’: Civics, parliamentarians and the Public Protector blast Enoch Mgijima Municipality 4.50 views per day | posted on November 4, 2025

Search and find

Bhalisa

Lindaba zakutshanje kwibhokisi yakho, veki nganye.
Archives
Archives
Categories
Member of the Press Council

Elitsha News is a member of the Press Council and strives to abide by the Press Code

Elitsha news in your inbox
Published by Workers’ World Media Productions

Isivivana Centre, 8 Mzala Street, Khayelitsha 7784. Tel: +27 21 361 0119

About labour rights

If you want to know more about labour rights and have a labour related query or problem, please contact the following advise offces. It’s free!

Ighsaan in Germiston (Gauteng)
011-873-0903

Simon in Alexandra (Gauteng):
011-440-3708/55

Lunga in Khayelitsha (Cape Town):
021-361-0119

          en   xh   en   xh   Site by Babak Fakhamzadeh