Igqogqisile imililo kwisixeko seKapa

8th November 2017 Phinda Kula 0

Izicima-mlilo kumandla ongqonge iStrand akakhange balale phezolo benqanda amadangatye abeletyuza kwintaba ekude kufuphi kulengingqi. Umlilo ubuphenjelelwa ngumoya osingisa eMpuma uqabela intaba usiya ngase Grabouw ubangele […]