Elitsha
  • Ezasemisebenzini
  • Ezemfundo
  • Ezempilo
  • Oorhulemente basemakhaya
  • Iziphaluka
    • Cape Town
    • East London
    • Johannesburg
    • Port Elizabeth
  • English

Phinda Kula

Batyityimbiselwe umnwe oonqevu eKhayelitsha

26th October 2020 0

Kwintlanganiso ebejoliswe ekufumaneni isisombululo kwinto yobugewu eqatseleyo eKhayelitsha kutshanje, onqali-ntloko batyityimbiselwe iminwe.

Bahlala ngoloyiko abahlali baseMarikana

12th July 2018 0

Abahlali base Marikana bathi imeko ingathi ibuyele kundalashe apho ukubulawa kwabantu kuyinto yemihla ngemihla.

Urhulumente udilize izindlu kwindawo yogobityholo

24th May 2018 0

Ngexesha ibisina kakhulu imvula abahlali kwindawo ekufutshane ngakwindawo yombengo e Town 2 eKhayelitsha bememanxada-nxada bezama ukusindisa impahla yabo ukuba ingathathwa ngabaseburhulumenteni.

Utitshala otyholwa ngokudlwengula umfundi uzakuphinde avele enkundleni

23rd May 2018 0

Limisiwe ityala lomfundisi-ntsapho wase Qhayiya otyholwa ngoku dlwengula nokukhomba ngompu umfundi wesi sikolo.

Imeko imaxongo kwisikolo samabanga aphakamileyo e Hermanus

15th May 2018 0

Kulindeleke ukuba avele enkundleni ka mantyi kungentsuku zatywala utishala otyholwa ngokudlwengula umfundi kwisikolo samabanga aphakamileyo eHermanus.

Umlilo obulale abasibhozo kukrokrelwa uku uqalwe ngamabom

8th May 2018 0

Kusweleke abantu abasibhozo emveni komlilo okrokrelwa ukuba ubujoliswe kusapho lowasetyhini obetyholwa ngokuthakatha kwingingqi yobogityholo i Taiwan eSite C kwilokishi yaseKhayelitsha.

Iqela labo babanjiweyo eHermanus bavele kwinkundla yamatyala

13th April 2018 0

Livele kwinkundla kaMantyi elinye iqela kwabo bangamashumi amathandathu anethoba ababanjwayo emveni koqhanqalazo lwezindlu nomhlaba kwidolophu yase Hermanus eNtshona-Koloni.

Umpathiswa wamapolisa uthi ufuna ukulwa ulwaphulo-mthetho eKapa

5th April 2018 0

Ngexesha endendwele intsapho zamaxhoba ePhilippi, umphathiswa mamapolisa u Bheki Cele ukugxekile ukutyholwa kwabemi base Somalia ngabahlali kwisiganeko sokubulawa kwabane.

Inkwenkwana eneminyaka emibini ibulewe ngokumasikizi eKhayelitsha

5th April 2018 0

Kuyaqhubeka ukubulawa nokuphathwa gadalala kwabantwana namanina kwilokishi nasemaphandleni eli. Isiganeko sakutshanje senzeke kwilokishi yase Site B eKhayelitsha.

Abezempilo benza uvavanyo lwesifo sephepha kwizikolo zaseKhayelitsha

28th March 2018 0

Uvavanyo lwesifo sephepha luyaqhubeka kwizikolo zaseKhayelitsha ukuzama ukuthintela esi sifo nezinye evame ukuhamba nazo.

Posts navigation

1 2 »

Translate

Popular posts

  • Nsfas students endure delayed payments and high bank fees 14 views per day | posted on September 28, 2023
  • Imbongi Yamanzi 12 views per day | posted on September 26, 2023
  • Imbongi yomthonyama yenze umbongo ojoliswe kumadoda abulala abantu abangomama 8 views per day | posted on September 26, 2019
  • Duncan Village residents not happy with relocation 5.50 views per day | posted on July 16, 2020
  • Imbongi yosiba nomdlali weqonga ohlala eKhayelitsha uthi ukuzazi ukuba ungubani kubalulekile 4.50 views per day | posted on October 12, 2017

Search and find

Recent Comments

    Bhalisa

    Lindaba zakutshanje kwibhokisi yakho, veki nganye.

    Recent Comments

      Archives
      Archives
      Categories
      Member of the Press Council

      Elitsha News is a member of the Press Council and strives to abide by the Press Code

      Elitsha news in your inbox
      Elitsha news on your phone
      Published by Workers’ World Media Productions

      Isivivana Centre, 8 Mzala Street, Khayelitsha 7784. Tel: +27 21 361 0119

      legal
      • Ekhaya
      About labour rights

      If you want to know more about labour rights and have a labour related query or problem, please contact the following advise offces. It’s free!

      Ighsaan in Germiston (Gauteng)
      011-873-0903

      Simon in Alexandra (Gauteng):
      011-440-3708/55

      Lunga in Khayelitsha (Cape Town):
      021-361-0119

                en   xh   en   xh   Site by Babak Fakhamzadeh