Elitsha
  • Ezasemisebenzini
  • Ezemfundo
  • Ezempilo
  • Oorhulemente basemakhaya
  • Iziphaluka
    • Cape Town
    • East London
    • Johannesburg
    • Port Elizabeth
  • English

Mdantsane

Baxhotyisiwe abathandana besisini esinye eMonti

19th May 2017 Chris Gilili 0

  Bangaphaya kwamashumi amahlanu abantu abathandana besisini esinye, abadibene kwiholo yoluntu, iGompo Community Hall, eZiphunzane, eMonti ngoLwesithathu. Kulandela imibiko yeendaba kutshanje yokuphathwa kakubi kwabantu abathanda […]

Ii-Athilethi ze-East London Ironman zimemelela inkxaso eyongezelekileyo

1st April 2017 GroundUp 0

Ukukwazi ukuzithengela ibhayisekile kwakunye nokufunda ukuqubha yeminye yemingeni ejongene ne-Athileti zaselokishini. UBusisiwe Sintili ominyaka ingama-27 ubudala uhlala eDuncan Village. Uthi akazange waphosa ukuthatha inxaxheba kugqatso […]

Bafuna inkxaso kwezemidlalo eNontombi Matta eMdantsane

29th November 2016 Chris Gilili 0

Umahluko usemkhulu kakhulu kumgangatho, xa kufikelelwa kwezemidlalo kwizikolo eziselokishini kunye nezo zifumaneka edolophini. Zininzi izinto eziluphawu lwalento.

Abazosuswa oonomarike eMdantsane Highway

14th November 2016 Chris Gilili 0

Umasipala ombaxa waseBuffalo City uzikhabela kude iingxelo zokuba uceba ukubasusa oonomarike abathengisa kwirenki yeeteksi, eHighway, eMdantasane kwiphondo leMpuma Koloni.

Translate

Popular posts

  • The Two Potchefstrooms: Where apartheid is in place 12.67 views per day | posted on March 24, 2026
  • Police failed to act on complaints against Enyobeni Tavern, officer tells court 8.17 views per day | posted on November 19, 2024
  • Flood-hit Vhembe villages give an ultimatum to government 3.50 views per day | posted on March 17, 2026
  • Floods in Limpopo: Scores left distraught, homeless and without essentials 2.83 views per day | posted on January 17, 2026
  • Gugulethu residents march for access and better healthcare facilities 2.50 views per day | posted on November 21, 2023

Search and find

Bhalisa

Lindaba zakutshanje kwibhokisi yakho, veki nganye.
Archives
Archives
Categories
Member of the Press Council

Elitsha News is a member of the Press Council and strives to abide by the Press Code

Elitsha news in your inbox
Published by Workers’ World Media Productions

Isivivana Centre, 8 Mzala Street, Khayelitsha 7784. Tel: +27 21 361 0119

About labour rights

If you want to know more about labour rights and have a labour related query or problem, please contact the following advise offces. It’s free!

Ighsaan in Germiston (Gauteng)
011-873-0903

Simon in Alexandra (Gauteng):
011-440-3708/55

Lunga in Khayelitsha (Cape Town):
021-361-0119

          en   xh   en   xh   Site by Babak Fakhamzadeh