Elitsha
  • Ezasemisebenzini
  • Ezemfundo
  • Ezempilo
  • Oorhulemente basemakhaya
  • Iziphaluka
    • Cape Town
    • East London
    • Johannesburg
    • Port Elizabeth
  • English

Social Justice Coalition

Urhulumente udilize izindlu kwindawo yogobityholo

24th May 2018 Phinda Kula 0

Ngexesha ibisina kakhulu imvula abahlali kwindawo ekufutshane ngakwindawo yombengo e Town 2 eKhayelitsha bememanxada-nxada bezama ukusindisa impahla yabo ukuba ingathathwa ngabaseburhulumenteni.

Ayibaxolisanga ingxelo kanobhala neka nondyebo abathunywa benkomfa ye KDF

13th July 2017 Unathi Tuta 0

Abathunywa ebebephuma kwinkalo ezohlukeneyo nabebethathe inxanxheba kwinkomfa yesithoba yenqwanqwa elijongene nophuhliso e Khayelitsha i Khayelitsha Development Forum (KDF) bavakalise ukungaxoli kwabo yingxelo kanobhala neka nonondyebo. […]

Umngcelele ochasene nokubulawa nokuphathwa gadalala kwabasetyhini nabantwana

13th June 2017 Unathi Tuta 0

Ngenxa yokuxhaphaka kweziganeko zokuxhatshazwa kubulawe abasetyhini nabantwana  kwilizwe lonke nalapha eKapa, ijelo losasazo lasekuhlaleni iZibonele FM ithathele kuyo ukuququzelela umngcelele wokuhewula nokukhalimela eziziganeko. Kutshanje elijelo […]

Translate

Popular posts

  • Challenges with communal toilets in Nkanini 60 views per day | posted on June 1, 2015
  • Community to appeal Bhisho court’s life sentences for vigilante killings 9 views per day | posted on February 3, 2026
  • Young business owners in Khayelitsha say crime and costs are killing their dreams 4.50 views per day | posted on February 10, 2026
  • United front in Cape Town against US imperialism 2.50 views per day | posted on January 22, 2026
  • Gugulethu school improves its physical science results 2 views per day | posted on January 31, 2020

Search and find

Bhalisa

Lindaba zakutshanje kwibhokisi yakho, veki nganye.
Archives
Archives
Categories
Member of the Press Council

Elitsha News is a member of the Press Council and strives to abide by the Press Code

Elitsha news in your inbox
Published by Workers’ World Media Productions

Isivivana Centre, 8 Mzala Street, Khayelitsha 7784. Tel: +27 21 361 0119

About labour rights

If you want to know more about labour rights and have a labour related query or problem, please contact the following advise offces. It’s free!

Ighsaan in Germiston (Gauteng)
011-873-0903

Simon in Alexandra (Gauteng):
011-440-3708/55

Lunga in Khayelitsha (Cape Town):
021-361-0119

          en   xh   en   xh   Site by Babak Fakhamzadeh