Elitsha
  • Ezasemisebenzini
  • Ezemfundo
  • Ezempilo
  • Oorhulemente basemakhaya
  • Iziphaluka
    • Cape Town
    • East London
    • Johannesburg
    • Port Elizabeth
  • English

Inkcubeko namagugu

Imbongi Yamanzi

26th September 2023 Onesisa Khalipha 0

Imbongi Yamanzi ithi ayizange ikukhethe ukubonga koko kukubonga okwakhetha yona.

Makube chosi kube hele

20th September 2023 Papama Mninzi 0

U Lindokuhle Matina owaziwa ngelika Chosi uthi intlobo yesixhobo somculo asinantsingiselo inye, kuye kuxhomekeke kulomntu usidlalayo.

Umbhali ohlala eDelft ubongoza abantu bazithande indawo abahlala kuzo

12th December 2017 Phinda Kula 0

Eli linalabhedi inemilenze emithathu//owesine yinkqokelela yezitena Ndithetha ngendihlala kulo ibobosi//ngaphandle lizinki neplanga Xa kuvuthuza imoya ngaphakathi ndim nesanti// Abayaziyo bakungqina kule nyani// Lo ngumqolo osuka […]

Umzobi omncinci wase Gugulethu ufuna ukuba nefuthe elizweni

26th October 2017 Phinda Kula 0

Iintanga zakhe ziqhumisa uthuli zidlala imidlalo eyohlukeneyo ezitalatweni kodwa uLitha Mayiya yena uhleli nephepha nepensele. Hayi akabhali koko umaxhaphetshu uyazoba.  Ledyongwana ineshumi elinesine leminyaka isidla […]

Imbongi yosiba nomdlali weqonga ohlala eKhayelitsha uthi ukuzazi ukuba ungubani kubalulekile

12th October 2017 Phinda Kula 0

Nangona seyidlulile inyanga yenkcubeko namagugu, eliphephandaba lithathe isigqibo sokuba sizakuthi gqolo ukubhala ngabantu abazingcayo ngenkcubeko namagugu. Kule veki sithethe nomdlali weqonga nembongi yosiba u Anele Pendze osibalisele ngamajingi-qhiwu obomi ezama ubomi.

Translate

Popular posts

  • Housing activists warn new PIE bill will ‘strip away’ occupiers’ rights 51.67 views per day | posted on May 26, 2026
  • IEC launches 2026 election campaign to fight voter apathy, disinformation 5.33 views per day | posted on May 27, 2026
  • No water for rural poor in a time of pandemic 4 views per day | posted on December 11, 2020
  • Duncan Village residents not happy with relocation 3.17 views per day | posted on July 16, 2020
  • Saccawu in a fight with Pick ‘n Pay over restructuring and retrenchment 3.17 views per day | posted on May 13, 2026

Search and find

Bhalisa

Lindaba zakutshanje kwibhokisi yakho, veki nganye.
Archives
Archives
Categories
Member of the Press Council

Elitsha News is a member of the Press Council and strives to abide by the Press Code

Elitsha news in your inbox
Published by Workers’ World Media Productions

Isivivana Centre, 8 Mzala Street, Khayelitsha 7784. Tel: +27 21 361 0119

About labour rights

If you want to know more about labour rights and have a labour related query or problem, please contact the following advise offces. It’s free!

Ighsaan in Germiston (Gauteng)
011-873-0903

Simon in Alexandra (Gauteng):
011-440-3708/55

Lunga in Khayelitsha (Cape Town):
021-361-0119

          en   xh   en   xh   Site by Babak Fakhamzadeh