
Imbongi eneziphiwo ezininzi ithi ifuna uluntu lufunde ukuzimela
“Ubulungisa kuluntu ayonto yasini sithile, bubuntu, sisidima nokuzithanda.”
“Ubulungisa kuluntu ayonto yasini sithile, bubuntu, sisidima nokuzithanda.”
Ngexesha apho ukubulawa, ukudlwengulwa, impatho-mbi nokunyamalala kwabantu abangomama ngamadoda kwanabo bathandana nabo kuyinto esendabeni kwaye kuqhanqalazwa imini nezolo ngenxa yalemeko, inenekazi eliyimbongi yomthonyama nalo livakalise […]
Imbongi esaze ngobuso ezweni ithi iyakuthi gqolo ikhetha ukubonga ngawo wonke amaxesha.
“Inkululeko endiyifumanayo xa ndibhala isiXhosa kunye nentsingiselo yamagama ingunobangela wokuba ndibhale ngesiXhosa,” itsho intwazana eyimbongi yosiba eyinzalelwane yaseDutywa eMpuma Koloni. UPumza Sibindi nowaziwa ngelika “MaDiya” […]