Ayenyuka amaxabiso etaxi kule veki izayo
Imibutho ye taxi ithi ukwenyuka kwa mafutha enqwelo-mafutha ayisiso sodwa isizathu sokwenyuka kwamaxabiso etaxi
Imibutho ye taxi ithi ukwenyuka kwa mafutha enqwelo-mafutha ayisiso sodwa isizathu sokwenyuka kwamaxabiso etaxi
Ufakelo nokulondolozwa kwee-khamera ze-CCTV kunye nezibane, uqeqesho lwamapolisa ngokuphatha amatyala okuxhatshazwa kwabantu emakhayeni wabo kwakunye nokuqalwa kwee-ofisi eziphanda ulwaphulo-mthetho kube zezinye zezisombululo ezicetyiswe ngabahlali baseKhayelitsha […]
Igqwetha nombhali uNgcukaitobi uthi kufuneka kugxininiswe kulwazi, ingxoxo kwaye kungabikho ukulinda okuninzi kwinto yomhlaba.
Umphathiswa wamapolisa uchazele iPalamente ukuba bangamakhulu amahlanu anesixhenxe abantu ababulawayo kweli mihla le.
Iinkokheli zabahlali norhulumente bayaphikisana ngokuba makukhawuleze kangakanani ukuthengwa nokunikezwa ngomhlaba.
Imibutho emibini yaseKhayelitsha ibongoze osandula ukubekwa esihlalweni sokukhokela isebe lokujongana nokophulwa komthetho ngabo basebenza bengamaqela kwanabo bophula umthetho wezamashishini kwezokhetshe ( Hawks) oyijaji u Diale […]
Malunga nekhulu labo babefudula besebenza emigodini nentsapho zabo sebelandulela eli bathathe inxanxheba kuqhanqalazo ebelijoliswe kumagqwetha akwaXulu eKapa ngenjongo zokufaka uxinizelelo ukuba bafumane imali zabo. Ngonyaka […]
Ukusukela kwisigidi seminyaka kwafunyanwa izimbiwa kweloMzantsi-Afrika uqoqosho lwelizwe lwaye lwema ngoshishino lwezimbiwa. Ngexesha lamakholinayali abantu abamnyama bathi banyanzelwa ukuba bayokusebenza emigodini ngenxa yokuba babebonwa njengamakhoboka […]
Kudala abantu abangomama badlala indima ebalulekileyo emzabalazweni. Abantu abangomama abangathathi-ntweni abamnyama babephambili kumzabalazo wokuthathwa kwezwekazi ngabo bamhlophe ababesuka eYurophu. Ingxelo yamazwe asibhozo eyenziwe yi African […]
Inyhikityha yokubulawa kwabasebenzi basemgodini eMarikana yathi yashiya abasebenzi abangamashumi amane anesine (44)bebhubhile. Ngomhla we 16 kwinyanga yeThupa kwathi kwabulawa abasebenzi base Lonmin abangamashumi amathathu anesine […]
Site by Babak Fakhamzadeh