Elitsha
  • Ezasemisebenzini
  • Ezemfundo
  • Ezempilo
  • Oorhulemente basemakhaya
  • Iziphaluka
    • Cape Town
    • East London
    • Johannesburg
    • Port Elizabeth
  • English

Mzi Velapi

Ayenyuka amaxabiso etaxi kule veki izayo

14th May 2026 0

Imibutho ye taxi ithi ukwenyuka kwa mafutha enqwelo-mafutha ayisiso sodwa isizathu sokwenyuka kwamaxabiso etaxi

Abahlali baseKhayelitsha bafuna indlela zokuphelisa ulwaphulo-mthetho

21st June 2022 0

Ufakelo nokulondolozwa kwee-khamera ze-CCTV kunye nezibane, uqeqesho lwamapolisa ngokuphatha amatyala okuxhatshazwa kwabantu emakhayeni wabo kwakunye nokuqalwa kwee-ofisi eziphanda ulwaphulo-mthetho kube zezinye zezisombululo ezicetyiswe ngabahlali baseKhayelitsha […]

Ugxininise ukumisa ulwazi nengxoxo phambili uTembeka Ngcukaitobi

8th April 2019 0

Igqwetha nombhali uNgcukaitobi uthi kufuneka kugxininiswe kulwazi, ingxoxo kwaye kungabikho ukulinda okuninzi kwinto yomhlaba.

Baqhankqalazele ukhuseleko kulwaphulo-mthetho abahlali basezilokishini

11th September 2018 0

Umphathiswa wamapolisa uchazele iPalamente ukuba bangamakhulu amahlanu anesixhenxe abantu ababulawayo kweli mihla le.

Ziyabetha-bethana izimvo zokukhawuleziswa kwento yomhlaba eHermanus

21st May 2018 0

Iinkokheli zabahlali norhulumente bayaphikisana ngokuba makukhawuleze kangakanani ukuthengwa nokunikezwa ngomhlaba.

Imibutho yoluntu ixelele ijaji yokhetshe ngamakakwenze

13th December 2017 0

Imibutho emibini yaseKhayelitsha ibongoze osandula ukubekwa esihlalweni sokukhokela isebe lokujongana nokophulwa komthetho ngabo basebenza bengamaqela kwanabo bophula umthetho wezamashishini kwezokhetshe ( Hawks) oyijaji u Diale […]

Ababefudula besebenza emigodini bathi bazakuqhubeka besilwela imali zabo

13th September 2017 0

Malunga nekhulu labo babefudula besebenza emigodini nentsapho zabo sebelandulela eli bathathe inxanxheba kuqhanqalazo ebelijoliswe kumagqwetha akwaXulu eKapa ngenjongo zokufaka uxinizelelo ukuba bafumane imali zabo. Ngonyaka […]

Inkqubo kanomathotholo ejongene nabantu abangomama abasebenza emigodini

31st August 2017 0

Ukusukela kwisigidi seminyaka kwafunyanwa izimbiwa kweloMzantsi-Afrika uqoqosho lwelizwe lwaye lwema ngoshishino lwezimbiwa. Ngexesha lamakholinayali abantu abamnyama bathi banyanzelwa ukuba bayokusebenza emigodini ngenxa yokuba babebonwa njengamakhoboka […]

Ushicilelo lukanomathotholo oluthetha ngendima yamanina kwimibutho yabasebenzi kwizwekazi le Afrika

22nd August 2017 0

Kudala abantu abangomama badlala indima ebalulekileyo emzabalazweni. Abantu abangomama abangathathi-ntweni abamnyama babephambili kumzabalazo wokuthathwa kwezwekazi ngabo bamhlophe ababesuka eYurophu. Ingxelo yamazwe asibhozo eyenziwe yi African […]

Ushicilelo lukanomathotholo oluthetha ngabahlolokazi base Marikana

17th August 2017 0

Inyhikityha yokubulawa kwabasebenzi basemgodini eMarikana yathi yashiya abasebenzi abangamashumi amane anesine (44)bebhubhile. Ngomhla we 16 kwinyanga yeThupa kwathi kwabulawa abasebenzi base Lonmin abangamashumi amathathu anesine […]

Posts pagination

« 1 2 3

Translate

Popular posts

  • “This gay”: Court hears evidence of hate crime in teen’s murder 11.33 views per day | posted on May 19, 2026
  • Enyobeni inquest legal teams urge criminal prosecution in closing arguments 8.83 views per day | posted on May 20, 2026
  • Isikolo esiphuma emagqabini sichaze imfihlelo yaso 8.17 views per day | posted on October 20, 2022
  • Doctors, nurses and paramedics protest their unemployment 7.33 views per day | posted on February 4, 2025
  • Flood-hit Vhembe villages give an ultimatum to government 6.67 views per day | posted on March 17, 2026

Search and find

Bhalisa

Lindaba zakutshanje kwibhokisi yakho, veki nganye.
Archives
Archives
Categories
Member of the Press Council

Elitsha News is a member of the Press Council and strives to abide by the Press Code

Elitsha news in your inbox
Published by Workers’ World Media Productions

Isivivana Centre, 8 Mzala Street, Khayelitsha 7784. Tel: +27 21 361 0119

About labour rights

If you want to know more about labour rights and have a labour related query or problem, please contact the following advise offces. It’s free!

Ighsaan in Germiston (Gauteng)
011-873-0903

Simon in Alexandra (Gauteng):
011-440-3708/55

Lunga in Khayelitsha (Cape Town):
021-361-0119

          en   xh   en   xh   Site by Babak Fakhamzadeh