
Umbutho olwelwa amalungelo abantu uthi icandelo lezindlu kufuneka liqwalasele umba wokonyuka kwerenti
Kwingxoxo-mpikiswano ebebinjwe kutshanje, umbutho omele ukuqinisekisa ukuba amalungelo wabantu akumgaqo-siseko ayafezekiswa, iNdifuna Ukuwazi ithi kufuneka u rhulumente ajonge into yokwakha indawo zokurenta kwaye angenelele kwinto yamaxabiso anyuka rhoqo ngonyaka wendawo zokurenta.