Sekuphele iminyaka elishumi zivaliwe indawo zoshishino eKuyasa
Nangona kwachithwa ikhulu elinamashumi asibhozo ezigidi zerandi (R180million) kwisikhululo sikaloliwe sase Kuyasa kodwa indawo zoshishino zisavaliwe.
Nangona kwachithwa ikhulu elinamashumi asibhozo ezigidi zerandi (R180million) kwisikhululo sikaloliwe sase Kuyasa kodwa indawo zoshishino zisavaliwe.
Njengoba inkqubo yokuphuhliswa kwamatyotyombe ingumgaqo-nkqubo ka rhulumente, isixeko saseKapa sithi asizukubabonelela ngenkonzo abahlali base Azania Square
ISixeko sithi ukulahlwa kwezinto ezingafanelekanga kwidreyini ngabantu abahlala eKosovo kuko okubangela ukuxinga kwedreyini kule ngingqi.
Igqwetha nombhali uNgcukaitobi uthi kufuneka kugxininiswe kulwazi, ingxoxo kwaye kungabikho ukulinda okuninzi kwinto yomhlaba.
Umphathiswa wamapolisa uchazele iPalamente ukuba bangamakhulu amahlanu anesixhenxe abantu ababulawayo kweli mihla le.
Abahlali base Marikana bathi imeko ingathi ibuyele kundalashe apho ukubulawa kwabantu kuyinto yemihla ngemihla.
Ngexesha ibisina kakhulu imvula abahlali kwindawo ekufutshane ngakwindawo yombengo e Town 2 eKhayelitsha bememanxada-nxada bezama ukusindisa impahla yabo ukuba ingathathwa ngabaseburhulumenteni.
Limisiwe ityala lomfundisi-ntsapho wase Qhayiya otyholwa ngoku dlwengula nokukhomba ngompu umfundi wesi sikolo.
Iinkokheli zabahlali norhulumente bayaphikisana ngokuba makukhawuleze kangakanani ukuthengwa nokunikezwa ngomhlaba.
Kulindeleke ukuba avele enkundleni ka mantyi kungentsuku zatywala utishala otyholwa ngokudlwengula umfundi kwisikolo samabanga aphakamileyo eHermanus.
Kusweleke abantu abasibhozo emveni komlilo okrokrelwa ukuba ubujoliswe kusapho lowasetyhini obetyholwa ngokuthakatha kwingingqi yobogityholo i Taiwan eSite C kwilokishi yaseKhayelitsha.
Livele kwinkundla kaMantyi elinye iqela kwabo bangamashumi amathandathu anethoba ababanjwayo emveni koqhanqalazo lwezindlu nomhlaba kwidolophu yase Hermanus eNtshona-Koloni.
Site by Babak Fakhamzadeh