Abahlali bafuna umthetho ube gadalala kwabo baxhaphaza amanina
Bavakalise ukudineka abahlali ngendlela umthetho osebenza ngayo ukuqinisekisa ukuba amadoda axhaphaza abasetyhini ayavalelwa kwaye akayifumani ibheyile.
Bavakalise ukudineka abahlali ngendlela umthetho osebenza ngayo ukuqinisekisa ukuba amadoda axhaphaza abasetyhini ayavalelwa kwaye akayifumani ibheyile.
Imibutho emibini yaseKhayelitsha ibongoze osandula ukubekwa esihlalweni sokukhokela isebe lokujongana nokophulwa komthetho ngabo basebenza bengamaqela kwanabo bophula umthetho wezamashishini kwezokhetshe ( Hawks) oyijaji u Diale […]
Eli linalabhedi inemilenze emithathu//owesine yinkqokelela yezitena Ndithetha ngendihlala kulo ibobosi//ngaphandle lizinki neplanga Xa kuvuthuza imoya ngaphakathi ndim nesanti// Abayaziyo bakungqina kule nyani// Lo ngumqolo osuka […]
Ingqatsini yelanga ehlasela phantse mihla le kwiphondo leNtshona- Kapa ikhupha abantwana ezindlini nalapho bathi babhenele kwiqula lokudada eKhayelitsha ngelizama ukuzipholisa imizimba, nanjengoko bephuma kwingingqi ezikude […]
Aqikelelwa ngaphaya kwekhulu amatyotyombe athe agutyungelwe ngumlilo kwindawo yogobityholo iPhantsi koCingo kummandla wasePhilippi e Kapa. Abahlali abachaphezelekileyo sele beqalisile ukucoca ngelizama ukubuyisela imeko esiqhelweni. Lomlilo […]
Izicima-mlilo kumandla ongqonge iStrand akakhange balale phezolo benqanda amadangatye abeletyuza kwintaba ekude kufuphi kulengingqi. Umlilo ubuphenjelelwa ngumoya osingisa eMpuma uqabela intaba usiya ngase Grabouw ubangele […]
Iintanga zakhe ziqhumisa uthuli zidlala imidlalo eyohlukeneyo ezitalatweni kodwa uLitha Mayiya yena uhleli nephepha nepensele. Hayi akabhali koko umaxhaphetshu uyazoba. Ledyongwana ineshumi elinesine leminyaka isidla […]
“Sibulela naluphina uncedo esilufumanayo ukuzama ukukhawulelana nengxaki yabantwana abangaziyo esikolweni ngenxa yokuba besexesheni, siyalwamkela utyelelo lukasekela mphathiswa wezonxibelelwano kweli”. La ngamazwi enqununu yesikolo samabanga aphakamileyo […]
Nangona seyidlulile inyanga yenkcubeko namagugu, eliphephandaba lithathe isigqibo sokuba sizakuthi gqolo ukubhala ngabantu abazingcayo ngenkcubeko namagugu. Kule veki sithethe nomdlali weqonga nembongi yosiba u Anele Pendze osibalisele ngamajingi-qhiwu obomi ezama ubomi.
Ngabantu abathathu abaye bafumana umonzakalo logama ishumi elinesithoba libanjiwe ngamapolisa, kubahlali bengingqi zogobityholo ezingqonge iStrand. Ngomvulo umhla wama24 kweyoMsintsi abahali bangene ezitalatweni betshisa amatayala kuhola […]
Malunga nekhulu labo babefudula besebenza emigodini nentsapho zabo sebelandulela eli bathathe inxanxheba kuqhanqalazo ebelijoliswe kumagqwetha akwaXulu eKapa ngenjongo zokufaka uxinizelelo ukuba bafumane imali zabo. Ngonyaka […]
Uqalile umnyhadala waminyaka le othi uphakamise kwaye uyindlela yokukhuthaza abantwana besikolo noluntu ngokubanzi ukuba bazibandakanye ngezobu nzululwazi. Lomnyhadala kazwelonke uthi uquke ezobunzululwazi, ulwazi ngezobugcisa, ezobunjineli, […]