Luyaqhanqalazelwa unyuko lwamaxabiso ka loliwe

1st June 2014 Elitsha reporters 0

Umbutho wasekuhlaneni iSobahlangula, nombutho wabasebenzi iCOSATU eNtshona-Koloni kwakunye neminye imibutho emele abantu abangathathi-ntweni baqhanqalazela unyuko lwamaxabiso lwamatikiti ka Metrorail. Le mibutho ithe yabamba uqhanqalazo inyazelisa […]